1 Crônicas 6

Xhosa Bible (GL_XHOSA) vs NVT

Sair da comparação
NVT Nova Versão Transformadora
1 Oonyana bakaLevi nguGershon, noKehati, noMerari."
1 Os filhos de Levi foram: Gérson, Coate e Merari.
2 Oonyana bakaKehati nguAmram, noItsare, noHebron, noUziyeli."
2 Os descendentes de Coate foram: Anrão, Isar, Hebrom e Uziel.
3 Abantwana baka-Amram ngooAron, noMoses, noMiriyam. Oonyana baka-Aron ngooNadabhi, noAbhihu, nguElazare, noItamare."
3 Os filhos de Anrão foram: Arão, Moisés e Miriã. Os filhos de Arão foram: Nadabe, Abiú, Eleazar e Itamar.
4 UElazare wazala uPinehasi, uPinehasi wazala uAbhishuwa;"
4 Eleazar gerou Fineias. Fineias gerou Abisua.
5 uAbhishuwa wazala uBhuki; uBhuki wazala u-Uzi;"
5 Abisua gerou Buqui. Buqui gerou Uzi.
6 u-Uzi wazala uZeraya; uZeraya wazala uMerayoti;"
6 Uzi gerou Zeraías. Zeraías gerou Meraiote.
7 uMerayoti wazala uAmariya; uAmariya wazala uAhitobhi;"
7 Meraiote gerou Amarias. Amarias gerou Aitube.
8 uAhitobhi wazala uTsadoki; uTsadoki wazala uAhimahatse;"
8 Aitube gerou Zadoque. Zadoque gerou Aimaás.
9 uAhimahatse wazala uAzariya; uAzariya wazala uYohanan;"
9 Aimaás gerou Azarias. Azarias gerou Joanã.
10 uYohanan wazala uAzariya, (yena ke ebengumbingeleli endlwini awayakhayo uSolomon eYerusalem);"
10 Joanã gerou Azarias, sumo sacerdote no templo que Salomão construiu em Jerusalém.
11 uAzariya wazala uAmariya; uAmariya wazala uAhitubhi;"
11 Azarias gerou Amarias. Amarias gerou Aitube.
12 uAhitubhi wazala uTsadoki uTsadoki wazala uShalum;"
12 Aitube gerou Zadoque. Zadoque gerou Salum.
13 uShalum wazala uHilekiya; uHilekiya wazala uAzariya;"
13 Salum gerou Hilquias. Hilquias gerou Azarias.
14 uAzariya wazala uSeraya; uSeraya wazala uYotsadaki;"
14 Azarias gerou Seraías. Seraías gerou Jeozadaque,
15 uYotsadaki wahamba, akuwafudusa uYehova amaYuda neYerusalem ngoNebhukadenetsare."
15 que foi deportado quando o S enhor enviou o povo de Judá e de Jerusalém para o exílio por meio de Nabucodonosor.
16 Oonyana bakaLevi nguGershom, noKehati, noMerari."
16 Os filhos de Levi foram: Gérson, Coate e Merari.
17 Ngawo la amagama oonyana bakaGershom: nguLibheni noShimehi."
17 Os descendentes de Gérson foram: Libni e Simei.
18 Oonyana bakaKehati nguAmram, noItsare, noHebron, noUziyeli."
18 Os descendentes de Coate foram: Anrão, Isar, Hebrom e Uziel.
19 Oonyana bakaMerari nguMaheli noMushi. Yiyo ke leyo imizalwane kaLevi, ngokwezindlu zooyise."
19 Os descendentes de Merari foram: Mali e Musi. Estes foram os clãs dos levitas, listados de acordo com seus antepassados:
20 KuGershom: nguLibheni unyana wakhe, nguYahati unyana wakhe, nguZima unyana wakhe,"
20 Os descendentes de Gérson foram: Libni, Jaate, Zima,
21 nguYowa unyana wakhe, nguIdo unyana wakhe, nguZera unyana wakhe, nguYehatrayi unyana wakhe."
21 Joá, Ido, Zerá e Jeaterai.
22 Oonyana bakaKehati nguAminadabhi unyana wakhe, nguKora unyana wakhe, nguAsire unyana wakhe,"
22 Os descendentes de Coate foram: Aminadabe, Coré, Assir,
23 nguElikana unyana wakhe, noEbhiyasefu unyana wakhe, noAsire unyana wakhe,"
23 Elcana, Abiasafe, Assir,
24 nguTahati unyana wakhe, ngu-Uriyeli unyana wakhe, ngu-Uziya unyana wakhe, nguSawule unyana wakhe."
24 Taate, Uriel, Uzias e Saul.
25 Oonyana bakaElikana nguAmasayi noAhimoti."
25 Os descendentes de Elcana foram: Amasai, Aimote,
26 KuElikana: oonyana bakaElikana nguTsofayi unyana wakhe, noNahati unyana wakhe,"
26 Elcana, Zofai, Naate,
27 nguEliyabhi unyana wakhe, nguYoram unyana wakhe, nguElikana unyana wakhe."
27 Eliabe, Jeroão, Elcana e Samuel.
28 Oonyana bakaSamuweli nguVashni amazibulo akhe, noAbhiya."
28 Os filhos de Samuel foram: Joel, o mais velho, e Abias, o segundo.
29 Oonyana bakaMerari nguMaheli, nguLibheni unyana wakhe, nguShimehi unyana wakhe, ngu-Uza unyana wakhe,"
29 As gerações de descendentes de Merari foram: Mali, Libni, Simei, Uzá,
30 nguShimeha unyana wakhe, nguHagiya unyana wakhe, nguAsaya unyana wakhe."
30 Simeia, Hagias e Asaías.
31 Aba ngabo wabaphathisayo uDavide ingoma endlwini kaYehova, kususela koko yaphumlayo ityeya."
31 Estes foram os homens que Davi nomeou para dirigirem a música na casa do S enhor depois que a arca foi colocada ali.
32 Balungiselela ngengoma phambi komnquba oyintente yokuhlangana, wada uSolomon wayakha indlu kaYehova eYerusalem; bema ngokwesiko labo enkonzweni yabo."
32 Ministravam com música no tabernáculo, na tenda do encontro, até que Salomão construiu o templo do S enhor em Jerusalém. Realizavam seu trabalho de acordo com as normas que lhes haviam sido transmitidas.
33 Aba ngabo bema noonyana babo. Kubo oonyana bakaKehati nguHeman imvumi, unyana kaYoweli, unyana kaShemuweli,"
33 Estes são os homens que serviram ali, junto com seus filhos. O músico Hemã era do clã de Coate. Os antepassados de Hemã foram: Joel, Samuel,
34 unyana kaElikana, unyana kaYeroham, unyana kaEliyeli, unyana kaToha,"
34 Elcana, Jeroão, Eliel, Toá,
35 unyana kaTsufi, unyana kaElikana, unyana kaMahati, unyana ka-Amasayi,"
35 Zufe, Elcana, Maate, Amasai,
36 unyana kaElikana, unyana kaYoweli, unyana ka-Azariya, unyana kaZefaniya,"
36 Elcana, Joel, Azarias, Sofonias,
37 unyana kaTahati, unyana ka-Asire, unyana ka-Abhiyasefu, unyana kaKora,"
37 Taate, Assir, Abiasafe, Coré,
38 unyana kaItsare, unyana kaKehati, unyana kaLevi, unyana kaSirayeli."
38 Isar, Coate, Levi e Israel.
39 Ke umzalwana wakhe uAsafu wema ngasekunene kwakhe: uAsafu unyana kaBherekiya, unyana kaShimeha,"
39 O primeiro ajudante de Hemã foi seu irmão Asafe. Os antepassados de Asafe foram: Berequias, Simeia,
40 unyana kaMikayeli, unyana kaBhahaseya, unyana kaMalekiya,"
40 Micael, Baaseias, Malquias,
41 unyana kaEteni, unyana kaZera, unyana ka-Adaya,"
41 Etni, Zerá, Adaías,
42 unyana kaEtan, unyana kaZima, unyana kaShimehi,"
42 Etã, Zima, Simei,
43 unyana kaYahati, unyana kaGershom, unyana kaLevi."
43 Jaate, Gérson e Levi.
44 Abazalwana babo, oonyana bakaMerari, bema ngasekhohlo: uEtan unyana kaKishi, unyana ka-Abhedi, unyana kaMuluki,"
44 O segundo ajudante de Hemã foi Etã, do clã de Merari. Os antepassados de Etã foram: Quisi, Abdi, Maluque,
45 unyana kaHashabhiya, unyana ka-Amatsiya, unyana kaHilekiya,"
45 Hasabias, Amazias, Hilquias,
46 unyana ka-Amtsi, unyana kaBhani, unyana kaShemere,"
46 Anzi, Bani, Sêmer,
47 unyana kaMaheli, unyana kaMushi, unyana kaMerari, unyana kaLevi."
47 Mali, Musi, Merari e Levi.
48 Abazalwana babo, abaLevi, babemiselwe umsebenzi wonke womnquba wendlu kaThixo."
48 Seus parentes levitas foram encarregados de muitas outras tarefas no tabernáculo, a casa de Deus.
49 Ke uAron noonyana bakhe babeqhumisela esibingelelweni sedini elinyukayo, nasesibingelelweni sesiqhumiso, bengabomsebenzi wonke wengcwele kangcwele, bacamagushele amaSirayeli, ngokoko konke wawisa umthetho ngako uMoses, umkhonzi kaThixo."
49 Somente Arão e seus descendentes serviam na função de sacerdotes. Apresentavam as ofertas no altar do holocausto e no altar de incenso e realizavam todas as tarefas relacionadas ao lugar santíssimo. Faziam expiação por Israel conforme tudo que Moisés, servo de Deus, havia ordenado.
50 Ngabo aba oonyana baka-Aron: nguElazare unyana wakhe, nguPinehasi unyana wakhe, nguAbhishuwa unyana wakhe,"
50 Os descendentes de Arão foram: Eleazar, Fineias, Abisua,
51 nguBhuki unyana wakhe, ngu-Uzi unyana wakhe, nguZeraya unyana wakhe,"
51 Buqui, Uzi, Zeraías,
52 nguMerayoti unyana wakhe, nguAmariya unyana wakhe, nguAhitubhi unyana wakhe,"
52 Meraiote, Amarias, Aitube,
53 nguTsadoki unyana wakhe, nguAhimahatse unyana wakhe."
53 Zadoque e Aimaás.
54 Ngawo la amakhaya abo ngokweengqili zabo, emideni yabo, ezoonyana baka-Aron, ngokwemizalwane kaKehati; ngokuba laba lelabo iqashiso:"
54 Este é um registro das cidades e do território que, por sorteio, foram entregues aos descendentes de Arão, do clã de Coate.
55 babanika owaseHebron ezweni lakwaYuda, namadlelo awo ngeenxa zonke;"
55 Seu território abrangia Hebrom, em Judá, e as pastagens ao redor,
56 ke wona amasimi omzi lowo nemizana yawo bawanika uKalebhi, unyana kaYefune."
56 mas os campos e os povoados vizinhos foram entregues a Calebe, filho de Jefoné.
57 Babanika oonyana baka-Aron imizi yokusabela: owaseHebron, neLibhena namadlelo ayo, neYatire, ne-Eshtemowa; namadlelo ayo,"
57 Assim, os descendentes de Arão receberam as seguintes cidades, cada uma com as pastagens ao redor: Hebrom (uma cidade de refúgio), Libna, Jatir, Estemoa,
58 neHilen namadlelo ayo, neDebhire namadlelo ayo,"
58 Holom, Debir,
59 neAshan namadlelo ayo, neBhete-shemeshe namadlelo ayo."
59 Aim, Jutá e Bete-Semes.
60 Esizweni sakwaBhenjamin: iGebha namadlelo ayo, neAlemete namadlelo ayo, neAnatoti namadlelo ayo. Yonke imizi yabo ngokwemizalwane yabo yabe iyimizi elishumi elinamithathu."
60 E, do território de Benjamim, receberam: Gibeom, Geba, Alemete e Anatote, cada uma com suas pastagens. Ao todo, os descendentes de Arão receberam treze cidades, de acordo com seus clãs.
61 Oonyana bakaKehati abaseleyo banikwa emzalwaneni wesizwe sakwaEfrayim, nasesizweni sakwaDan, nasesiqingatheni sesizwe sakwaManase, ngeqashiso imizi elishumi."
61 Os demais descendentes de Coate receberam, por sorteio, dez cidades no território da meia tribo de Manassés.
62 Oonyana bakaGershom ngokwemizalwane yabo banikwa esizweni sakwaIsakare, nasesizweni sakwa-Ashere, nasesizweni sakwaNafetali, nasesizweni sakwaManase eBhashan, imizi yalishumi elinamithathu."
62 Os descendentes de Gérson receberam, por sorteio, de acordo com seus clãs, treze cidades nos territórios de Issacar, Aser, Naftali e da região de Basã, de Manassés, a leste do Jordão.
63 Oonyana bakaMerari ngokwemizalwane yabo banikwa esizweni sakwaRubhen, nasesizweni sakwaGadi, nasesizweni sakwaZebhulon, ngeqashiso imizi elishumi elinamibini."
63 Os descendentes de Merari receberam, por sorteio, de acordo com seus clãs, doze cidades nos territórios de Rúben, Gade e Zebulom.
64 Oonyana bakaSirayeli babanika abaLevi imizi namadlelo ayo."
64 Os israelitas entregaram todas essas cidades e pastagens aos levitas.
65 Babanika ngeqashiso esizweni soonyana bakaYuda, nasesizweni soonyana bakaSimon, nasesizweni soonyana bakaBhenjamin, yona le mizi ibiziweyo ngamagama ayo."
65 As cidades nos territórios de Judá, Simeão e Benjamim, mencionadas anteriormente, foram entregues por sorteio.
66 Ke emizalwaneni yoonyana bakaKehati kwabakho imizi yemida yabo esizweni sakwaEfrayim."
66 Os descendentes de Coate receberam as seguintes cidades no território de Efraim, cada uma com suas pastagens:
67 Babanika imizi yokusabela: owakwaShekem namadlelo awo ezintabeni zakwaEfrayim, neGezere namadlelo ayo,"
67 Siquém, uma das cidades de refúgio na região montanhosa de Efraim, e Gezer,
68 neYokemeham namadlelo ayo, neBhete-horon namadlelo ayo;"
68 Jocmeão, Bete-Horom,
69 neAyalon namadlelo ayo, neGati-rimon namadlelo ayo;"
69 Aijalom e Gate-Rimom.
70 nasesiqingatheni sesizwe sakwaManase: iAnere namadlelo ayo, neBhileham namadlelo ayo, ngokomzalwane woonyana bakaKehati abaseleyo."
70 Os demais descendentes de Coate receberam as seguintes cidades no território da meia tribo de Manassés: Aner e Bileã, cada uma com suas pastagens.
71 Oonyana bakaGershom banikwa emzalwaneni wesiqingatha sesizwe sakwaManase: iGolan yaseBhashan namadlelo ayo, neAshtaroti namadlelo ayo;"
71 Os descendentes de Gérson receberam as cidades de Golã, em Basã, e Asterote, no território da meia tribo de Manassés, cada uma com suas pastagens.
72 nasesizweni sakwaIsakare: iKedeshe namadlelo ayo, neDabherati namadlelo ayo,"
72 No território de Issacar, receberam Quedes, Daberate,
73 neRamoti namadlelo ayo, neAnem namadlelo ayo;"
73 Ramote e Aném, cada uma com suas pastagens.
74 nasesizweni sakwa-Ashere: iMashale namadlelo ayo, neAbhedon namadlelo ayo,"
74 No território de Aser, receberam Masal, Abdom,
75 neHukoki namadlelo ayo, neRehobhi namadlelo ayo;"
75 Hucoque e Reobe, cada uma com suas pastagens.
76 nasesizweni sakwaNafetali: iKedeshe yaseGalili namadlelo ayo, neHamon namadlelo ayo, neKiriyatayim namadlelo ayo."
76 No território de Naftali, receberam Quedes, na Galileia, Hamom e Quiriataim, cada uma com suas pastagens.
77 Abaseleyo kubaLevi koonyana bakaMerari banikwa esizweni sakwaZebhulon: iRimono namadlelo ayo, neTabhore namadlelo ayo;"
77 Os demais descendentes de Merari receberam as seguintes cidades: Jocneã, Carta, Rimom e Tabor, no território de Zebulom, cada uma com suas pastagens.
78 naphesheya kweYordan ngaseYeriko, ngasempumalanga kweYordan esizweni sakwaRubhen: iBhetsere esentlango namadlelo ayo, neYatsa namandlelo ayo,"
78 No território de Rúben, a leste do rio Jordão, defronte de Jericó, receberam Bezer (uma cidade no deserto), Jaza,
79 neKedemoti namadlelo ayo, neMefahata namadlelo ayo;"
79 Quedemote e Mefaate, cada uma com suas pastagens.
80 nasesizweni sakwaGadi: iRamoti yaseGiliyadi namadlelo ayo, neMahanayim namadlelo ayo,"
80 E, no território de Gade, receberam Ramote, em Gileade, Maanaim,
81 neHeshbhon namadlelo ayo, neYazere namadlelo ayo."
81 Hesbom e Jazer, cada uma com suas pastagens.

Ler em outra tradução

Comparar com outra

Estude este capítulo no WhatsApp

Peça à IA da Bíblia Fala para explicar 1 Crônicas 6, comparar traduções ou montar um estudo — tudo direto pelo WhatsApp.