Provérbios 21

Xhosa Bible (GL_XHOSA) vs ARA

Sair da comparação
ARA Almeida Revista e Atualizada 1993
1 Yimijelo yamanzi intliziyo yokumkani esandleni sikaYehova; Uyibhekisa apho asukuba ethande khona."
1 Como ribeiros de águas assim é o coração do rei na mão do Senhor ; este, segundo o seu querer, o inclina.
2 Zonke iindlela zendoda zithe tye kwawayo amehlo; Umlinganisi weentliziyo nguYehova."
2 Todo caminho do homem é reto aos seus próprios olhos, mas o
3 Ukwenza ubulungisa nokusesikweni Kunyulekile kuYehova ngaphezu kombingelelo."
3 Exercitar justiça e juízo é mais aceitável ao
4 Ukuqwayinga kwamehlo, nokugungubala kwentliziyo, Kwanokukhubela kwabangendawo, kusisono."
4 Olhar altivo e coração orgulhoso, a lâmpada dos perversos, são pecado.
5 Iingcinga zabakhutheleyo zisingisa elungeniselweni lodwa; Konke ukungxama kusingisa entswelweni yodwa."
5 Os planos do diligente tendem à abundância, mas a pressa excessiva, à pobreza.
6 Ukuzuza ubuncwane ngolwimi oluxokayo Ngumphunga ophephethekayo wabafuna ukufa."
6 Trabalhar por adquirir tesouro com língua falsa é vaidade e laço mortal.
7 Ukubhuqa kwabangendawo kuyabaqweqwedisa; Ngokuba abavumi ukwenza okusesikweni."
7 A violência dos perversos os arrebata, porque recusam praticar a justiça.
8 Iligoso-goso indlela yendoda enetyala; Ke yena ohlambulukileyo, umsebenzi wakhe uthe tye."
8 Tortuoso é o caminho do homem carregado de culpa, mas reto, o proceder do honesto.
9 Kulungile ukuhlala elungqamekweni oluphezu kwendlu, Kunokuhlala ndlwini-nye nomfazi onengxabano."
9 Melhor é morar no canto do eirado do que junto com a mulher rixosa na mesma casa.
10 Umphefumlo wongendawo unqwenela ububi; Amehlo akhe akambabali ummelwane wakhe."
10 A alma do perverso deseja o mal; nem o seu vizinho recebe dele compaixão.
11 Ekuhlawulisweni komgxeki siyalumka isiyatha; Ekuqiqisweni kwaso, isilumko samkela ukwazi."
11 Quando o escarnecedor é castigado, o simples se torna sábio; e, quando o sábio é instruído, recebe o conhecimento.
12 Ilungisa liyayiqiqa indlu yongendawo. Libaphenulela ebubini abangendawo."
12 O Justo considera a casa dos perversos e os arrasta para o mal.
13 Ovingca iindlebe zakhe ekukhaleni kwesisweli, Naye uya kubiza, angaviwa."
13 O que tapa o ouvido ao clamor do pobre também clamará e não será ouvido.
14 Isipho entsithelweni sinqanda umsindo, Isicengo esondweni lengubo sinqanda umsindo onamandla."
14 O presente que se dá em segredo abate a ira, e a dádiva em sigilo, uma forte indignação.
15 Kuluvuyo kwilungisa ukwenza okusesikweni; Kuqhiphula umbilini kubasebenzi bobutshinga."
15 Praticar a justiça é alegria para o justo, mas espanto, para os que praticam a iniquidade.
16 Umntu ondwendwayo, emke endleleni yengqiqo, Uya kuhlala esikhungwini sabafileyo."
16 O homem que se desvia do caminho do entendimento na congregação dos mortos repousará.
17 Othanda imigcobo uba yindoda esweleyo; Othanda iwayini neoli akabi sisityebi."
17 Quem ama os prazeres empobrecerá, quem ama o vinho e o azeite jamais enriquecerá.
18 Ongendawo lucamagusho ngenxa yelungisa; Inginingini lisesikhundleni sabathe tye."
18 O perverso serve de resgate para o justo; e, para os retos, o pérfido.
19 Kulungile ukuhlala ezweni eliyintlango, Kunokuhlala nomfazi onengxabano neengqumbo."
19 Melhor é morar numa terra deserta do que com a mulher rixosa e iracunda.
20 Ubuncwane obunqwenelekayo neoli zisekhayeni lesilumko; Ke umntu osisinyabi uyaziginya azigqibe."
20 Tesouro desejável e azeite há na casa do sábio, mas o homem insensato os desperdiça.
21 Ophuthuma ubulungisa nenceba Wofumana ubomi nobulungisa nozuko."
21 O que segue a justiça e a bondade achará a vida, a justiça e a honra.
22 Isilumko siyaqabela emzini wamagorha, Siyiwise inqaba ekukholoswe ngayo."
22 O sábio escala a cidade dos valentes e derriba a fortaleza em que ela confia.
23 Ogcine umlomo wakhe nolwimi lwakhe Ugcina umphefumlo wakhe ezingxingongweni."
23 O que guarda a boca e a língua guarda a sua alma das angústias.
24 Umkhukhumali oligagadele, ngumgxeki igama lakhe; Ngowenza ngokukhukhumala okuphuphumayo."
24 Quanto ao soberbo e presumido, zombador é seu nome; procede com indignação e arrogância.
25 Umnqweno wevila uyalibulala, Kuba izandla zalo azivumi kusebenza."
25 O preguiçoso morre desejando, porque as suas mãos recusam trabalhar.
26 Imini yonke linqwena linqwenile, Ke lona ilungisa liyapha lingavimbi."
26 O cobiçoso cobiça todo o dia, mas o justo dá e nada retém.
27 Umbingelelo wabangendawo lisikizi; Kobeka phi na ke bakuwuzisa ngenxa yamanyala!"
27 O sacrifício dos perversos já é abominação; quanto mais oferecendo-o com intenção maligna!
28 Ingqina elinamanga liyatshabalala; Ke yona indoda evayo ithetha kuphele."
28 A testemunha falsa perecerá, mas a auricular falará sem ser contestada.
29 Indoda engendawo iyingwanyalala ubuso; Ngothe tye oyiqondayo indlela yakhe."
29 O homem perverso mostra dureza no rosto, mas o reto considera o seu caminho.
30 Akukho bulumko, akukho ngqondo, Akukho cebo malungana noYehova."
30 Não há sabedoria, nem inteligência, nem mesmo conselho contra o
31 Ihashe lilungiselwa imini yokulwa, Ke usindiso lona lunoYehova."
31 O cavalo prepara-se para o dia da batalha, mas a vitória vem do

Ler em outra tradução

Comparar com outra

Estude este capítulo no WhatsApp

Peça à IA da Bíblia Fala para explicar Provérbios 21, comparar traduções ou montar um estudo — tudo direto pelo WhatsApp.