Jó 36

Xhosa Bible (GL_XHOSA) vs NVT

Sair da comparação
NVT Nova Versão Transformadora
1 Waqokela uElihu, wathi,"
1 Eliú continuou a falar:
2 Khawenze kuhle, ndikutyele; Kuba kusekho ukuthetha okusingisele kuThixo."
2 “Deixe-me prosseguir e lhe mostrarei a verdade, pois ainda não terminei de defender a Deus!
3 Ndiya kukuphakamisela entweni ekude ukwazi kwam, Ndimnike ubulungisa uMenzi wam."
3 Apresentarei argumentos profundos em favor da justiça de meu Criador.
4 Okwenene, akubuxoki ukuthetha kwam; Ogqibeleleyo ngokwazi uphambi kwakho."
4 Digo somente a verdade, pois sou homem de pleno conhecimento.
5 Yabona, uThixo unamandla, akacekisi bani; Unamandla ngokuqina kwengqondo."
5 “Deus é poderoso, mas não despreza ninguém; ele é grande em força e entendimento.
6 Akamlondolozeli ebomini ongendawo; Iintsizana uzinika ibango lazo."
6 Não permite que os perversos vivam, mas faz justiça aos aflitos.
7 Akawasusi amehlo akhe kwabangamalungisa; Ubahlalisa kunye nookumkani etroneni Ngonaphakade, baphakame ke."
7 Observa atentamente os justos, coloca-os em tronos com reis e exalta-os para sempre.
8 Ukuba bakhonkxiwe ngemixokelelwane, Bebanjiwe ngezintya zeentsizi,"
8 Se estão acorrentados e amarrados com cordas de aflição,
9 Ubaxelela izenzo zabo Nezikreqo zabo; ngokuba bezenza amagorha."
9 ele faz que vejam o motivo; mostra-lhes que pecaram, sendo orgulhosos.
10 Uzityhilela intethiso iindlebe zabo; Uthi mababuye ebutshingeni."
10 Chama-lhes a atenção e ordena que se afastem do mal.
11 Ukuba bathe beva, bamkhonza, Boyigqiba imihla yabo ekulungeni, Neminyaka yabo ebumnandini."
11 “Se obedecerem e servirem a Deus, serão abençoados com prosperidade a vida inteira; todos os seus dias serão agradáveis.
12 Ukuba bathe abeva, bogqithela emkhontweni, Baphume umphefumlo bengenakwazi."
12 Se, porém, não o ouvirem, serão atravessados pela espada e perecerão por falta de entendimento.
13 Ke abaziintshembenxa ngentliziyo babamba umsindo; Abazibiki xa abakhonkxayo;"
13 Pois os ímpios são cheios de ressentimento; mesmo quando Deus os castiga, não clamam por socorro.
14 Ufe ke ebuncinaneni umphefumlo wabo, Nobomi babo bube bobeng’awu kwindawo engcwele."
14 Morrem em plena juventude, depois de desperdiçar a vida em imoralidade.
15 Uyamhlangula olusizana ngeentsizi zakhe, Ayityhile indlebe yakhe ngokuxinwa kwabo."
15 Mas, por meio do sofrimento, ele livra os que sofrem e, por meio da adversidade, obtém sua atenção.
16 Nawe ubengakukhululayo yena emlonyeni wembandezelo, Akuse endaweni ebanzi, emzantsi ungacuthekileyo; Nokubekwa etafileni yakho kuzale kukutyeba."
16 “Jó, Deus também quer afastá-lo do sofrimento e levá-lo a um lugar onde não há aflição; quer pôr em sua mesa as comidas mais saborosas.
17 Ke wena uzele kukugweba kwabangendawo; Ukugweba nokugwetywa kunako ukukubamba."
17 Você, porém, insiste em saber se os perversos serão julgados; só consegue pensar no juízo e na justiça.
18 Kuba ubushushu mabungakuxhokonxeli ekutyhwakrazeni izandla, Nobukhulu bocamagusho mabungathi gu bucala."
18 Tome cuidado, para que a riqueza não o seduza; não deixe que o suborno o leve a pecar.
19 Ukuzibika kwakho kokubeka ngaphandle kwembandezelo na, Nemigushanxa yonke yamandla?"
19 Acaso toda a sua riqueza ou todos os seus grandes esforços poderiam guardá-lo da aflição?
20 Musa ukuzonda ubusuku Bokususa izizwe esikhundleni sazo."
20 Não deseje a proteção da noite, pois é quando as pessoas serão destruídas.
21 Lumka, ungaguqukeli konobutshinga; Kuba unyule loo nto kuneentsizi."
21 Fique atento! Afaste-se do mal, pois Deus enviou este sofrimento para guardá-lo de uma vida de maldade.”
22 Yabona, uThixo uphakamise ukwenza ngamandla akhe; Ngubani na umyali onjengaye?"
22 “Deus é muito poderoso; quem é mestre como ele?
23 Ngubani na omphathise indlela yakhe; Ngubani na ongathi, Wenze ngobugqwetha?"
23 Ninguém pode lhe ordenar o que fazer, nem lhe dizer: ‘Agiste mal’.
24 Khumbula ukuba uwukhulise ngendumiso umsebenzi wakhe, Awuhlabele ingoma amadoda."
24 Você deve, sim, dar glória a Deus por suas obras poderosas e entoar cânticos de louvor.
25 Bonke abantu bayawubona; Umntu uwukhangela emgama."
25 Todos viram suas obras, ainda que apenas de longe.
26 Yabona, uThixo mkhulu, asimazi; Inani leminyaka yakhe aligocagoceki."
26 “Deus é tão grande que não podemos compreender; não há como calcular os anos de sua existência.
27 Kuba utsalela phantsi amathontsi amanzi, Achaphaze eyimvula enkungwini yakhe,"
27 Ele faz a água subir como vapor e depois a destila em chuva.
28 Esiyinisayo isibhakabhaka, Ivuze phezu kwabantu abaninzi."
28 As nuvens derramam a chuva, e a humanidade toda se beneficia.
29 Kanene baya kuqonda na ukwanekwa kwamafu, Nokuzongoma komnquba wakhe?"
29 Quem pode entender a extensão das nuvens e o trovão que ressoa do céu?
30 Yabona, waneka phezu kwakhe ukukhanya kwakhe, Azigubungele ngamazantsi olwandle."
30 Deus espalha relâmpagos em volta de si e cobre as profundezas do mar.
31 Kuba ngezo nto ugqweba izizwe, Unika ukudla ngento eninzi."
31 Com esses atos poderosos, governa os povos e lhes dá comida com fartura.
32 Izandla zozibini uzigubungela ngombane, Awuwisele umthetho ngokochanayo."
32 Enche as mãos de relâmpagos e atira cada um em seu alvo.
33 Ukugquma kwakhe kuyamxela, Kwaneenkomo, ukuba uza kunyuka."
33 O trovão anuncia sua presença, e a tempestade, sua ira indignada.”

Ler em outra tradução

Comparar com outra

Estude este capítulo no WhatsApp

Peça à IA da Bíblia Fala para explicar Jó 36, comparar traduções ou montar um estudo — tudo direto pelo WhatsApp.