Jó 5
Xhosa Bible (GL_XHOSA) vs VC
1 Khawubize kambe, ukuba ukho na owokuphendula. Uya kubheka kuwuphi na kwabangcwele?"
1 Chama para ver se te respondem; a qual dos santos te dirigirás?
2 Kuba ingqumbo iyambulala osisimathane, Nekhwele liyambulala osisiyatha."
2 O arrebatamento mata o insensato, a inveja leva o tolo à morte.
3 Ndimbonile mna osisimathane emila; Ndaza ndalishwabulela ngesiquphe ikhaya lakhe."
3 Vi o insensato deitar raiz, e de repente sua morada apodreceu.
4 Bakude nosindiso abantwana bakhe, Batyunyuzwa esangweni bengenamhlanguli;"
4 Seus filhos são privados de qualquer socorro, são pisados à porta, ninguém os defende.
5 Ekubeni abalambileyo besidla uvuno lwakhe, Balurhole naseluthangweni lwesiphingo; Abanxaniweyo bazonda ubutyebi babo."
5 O faminto come sua colheita e a leva embora, por detrás da cerca de espinhos, e os sequiosos engolem seus bens.
6 Kuba inkohlakalo ayiphumi eluthulini, Nobubi abuntshuli emhlabeni;"
6 Pois o mal não sai do pó, e o sofrimento não brota da terra:
7 Hayi, umntu uzalelwa ububi, Njengokuba iintlantsi zinyuka ukubaleka kwazo."
7 é o homem quem causa o sofrimento como as faíscas voam no ar.
8 Ke mna bendiya kusingisa kuThixo, Indawo yam ndiyibhekise kuThixo,"
8 Por isso, eu rogarei a Deus, apresentarei minha súplica ao Senhor.
9 Owenza izinto ezinkulu ezingenakugocwagocwa, Imisebenzi ebalulekileyo engenakubalwa;"
9 Ele faz coisas grandes e insondáveis, maravilhas incalculáveis;
10 Ulonika imvula phezu kobuso bomhlaba, Ase amanzi phezu kwamaphandle,"
10 espalha a chuva sobre a terra, e derrama as águas sobre os campos;
11 Ukuba abathobekileyo abamise ezindaweni eziphakamileyo, Abanezimnyama zokuzila banyukele elusindisweni."
11 exalta os humildes, e dá nova alegria aos que estão de luto;
12 Utshitshisa iingcinga zabo banobuqhophololo, Zingenzi nto izimasekileyo izandla zabo."
12 frustra os projetos dos maus, cujas mãos não podem executar os planos;
13 Ubambisa izilumko kubuqhophololo bazo, Iqhinga labanobuqokolo lingxamiseke ke."
13 apanha os jeitosos em suas próprias manhas, e os projetos dos astutos se tornam prematuros;
14 Emini baqubisana nobumnyama, Baphuthaphuthe kwemaqanda, ngathi kusebusuku."
14 em pleno dia encontram as trevas, e andam às apalpadelas ao meio-dia como se fosse noite.
15 Usindisa ihlwempu ekreleni, emlonyeni wabo, Nasesandleni sowomeleleyo."
15 Salva o fraco da espada da língua deles, e o pobre da mão do poderoso;
16 Kubekho ke ithemba kosweleyo, Ubugqwetha buwuvale umlomo wabo."
16 volta a esperança ao infeliz, e é fechada a boca da iniqüidade.
17 Yabona, unoyolo mntu owohlwaywa nguThixo! Musa ke ukukucekisa ukuthethisa kukaSomandla!"
17 Bem-aventurado o homem a quem Deus corrige! Não desprezes a lição do Todo-poderoso,
18 Kuba wenza buhlungu, abophe; Uyaphalusa, ziphilise izandla zakhe."
18 pois ele fere e cuida; se golpeia, sua mão cura.
19 Ezimbandezelweni ezintandathu uya kukuhlangula, Nakwezisixhenxe akuyi kuchukunyiswa bububi;"
19 Seis vezes te salvará da angústia, e, na sétima, o mal não te atingirá.
20 Endlaleni ukukhulula ekufeni Emfazweni ukukhulula ekuxatyelweni ngekrele,"
20 No tempo de fome, te preservará da morte, e, no combate, do gume da espada;
21 Eziniyeni yolwimi uzinyezwe, Ungoyiki imbuqo, yakufika."
21 estarás a coberto do açoite da língua, não terás medo quando vires a ruína;
22 Imbuqo nendlala uya kuyihleka, Nerhamncwa lasendle ungaloyiki."
22 rirás das calamidades e da fome, não temerás as feras selvagens.
23 Kuba unqophisene namatye asendle, Amarhamncwa asendle axolelene nawe;"
23 Farás um pacto com as pedras do chão, e os animais dos campos estarão em paz contigo.
24 Uya kwazi ukuba uxolo yintente yakho, Ulivelele ikhaya lakho, ungaphosani nanto;"
24 Dentro de tua tenda conhecerás a paz, visitarás tuas terras, onde nada faltará;
25 Uyazi ukuba ininzi imbewu yakho, Nenzala yakho injengomfuno wehlabathi."
25 verás tua posteridade multiplicar-se, e teus descendentes crescerem como a erva dos campos.
26 Uya kungena engcwabeni womelele, Njengokungeniswa kwesithungu ngexesha laso."
26 Entrarás maduro no sepulcro, como um feixe de trigo que se recolhe a seu tempo.
27 Bona, oku sikugocagocile, kunjalo; Kuve, ukwazi wena ngokwakho."
27 Eis o que observamos; é assim; eis o que aprendemos; tira proveito disso.
Atalhos do teclado
- Capítulo anterior←
- Próximo capítulo→
- Versículo anteriork
- Próximo versículoj
- Limpar seleçãoEsc
- Esta ajuda?
Estude este capítulo no WhatsApp
Peça à IA da Bíblia Fala para explicar Jó 5, comparar traduções ou montar um estudo — tudo direto pelo WhatsApp.