Jó 37

Xhosa Bible (GL_XHOSA) vs NVT

Sair da comparação
NVT Nova Versão Transformadora
1 Inene, ngale nto iyagubha intliziyo yam, Ixhume endaweni yayo."
1 “Quando penso nisso, meu coração bate mais depressa e estremece dentro de mim.
2 Phulaphulani, phulaphulani ukuguguma kwelizwi lakhe, Nokudumzela okuphumayo emlonyeni wakhe."
2 Ouça com atenção o estrondo da voz de Deus, que da boca dele troveja.
3 Ukusingisa ngaphantsi kwezulu lonke, Nombane wakhe uye emasondweni ehlabathi."
3 Ressoa pelo céu, e seus relâmpagos brilham em todas as direções.
4 Emva kwawo kubhonga ilizwi; Ududuma ngezwi lobungangamsha bakhe; Akawulibazisi, xa livakalayo izwi lakhe."
4 Depois vem o rugido de trovões, a voz tremenda de sua majestade; quando ele fala, não a refreia.
5 UThixo ududuma ngezwi lakhe ngokubalulekileyo, Esenza izinto ezinkulu esingenakuzazi."
5 A voz de Deus é gloriosa no trovão; é impossível imaginar a grandeza de seu poder!
6 Kuba uthi kwikhephu, Yiwa uwele emhlabeni; Nakwisiphango semvula, Nakwisiphango seemvula ezinkulu zakhe."
6 “Ele diz à neve: ‘Venha sobre a terra!’, e ordena à chuva: ‘Caia em torrentes!’.
7 Isandla soluntu lonke uyasitywina asivingcele, Ukuba babe nokwazi bonke abantu abenzileyo."
7 Todos param de trabalhar, a fim de observar seu poder.
8 Amarhamncwa angena emlaleleni, Ahlale ezikhundleni zawo."
8 Os animais selvagens buscam abrigo e ficam em suas tocas.
9 Engontsini yasentla kuvela isaqhwithi; Kumphephethi wasentla kuvela ukubanda."
9 A tempestade sai de seus aposentos, e ventos fortes trazem o frio.
10 Ngokuphefumla kukaThixo kuza umkhenkce, Ububanzi bamanzi bucutheke."
10 O sopro de Deus envia o gelo e congela grandes extensões de água.
11 Kananjalo usindanisa ilifu ngamanzi amaninzi; Uphangalalisa amafu akhe abanekayo."
11 Ele carrega de umidade as nuvens e espalha entre elas seus relâmpagos.
12 Wona ajikajika ngeenxa zonke ngokwalathiswa nguye, Ukuze enze konke awawamisela khona Ebusweni behlabathi elimiweyo;"
12 As nuvens se agitam sob sua direção e cumprem suas ordens sobre toda a terra.
13 Nokuba kungenxa yokubetha, nokuba kungenxa yehlabathi lakhe, Nokuba kungenxa yenceba, uyawafikisa."
13 Deus faz tudo isso para castigar as pessoas, ou para mostrar seu amor.
14 Oko kubekele indlebe, Yobhi; Yima, uyigqale imisebenzi ebalulekileyo kaThixo."
14 “Preste atenção, Jó! Pare e pense nos feitos maravilhosos de Deus!
15 Uyazi na ukuwathwesa kukaThixo amafu akhe, Nokubengezelisa kwakhe ukubaneka kwawo?"
15 Você sabe como Deus controla a tempestade e faz os relâmpagos brilharem nas nuvens?
16 Uyazi na ukulinganiselwa kwamafu, Imisebenzi ebalulekileyo yoSokwazi?"
16 Você entende como ele move as nuvens com perfeição e conhecimento maravilhosos?
17 Wena ungubo zifudumeleyo, Lakuzola ilizwe lulophu lwasezantsi;"
17 Enquanto você fica sufocado de calor em sua roupa, e o vento sul perde a força e tudo se acalma,
18 Usikhanda usolule naye na isibhakabhaka, Esiqinileyo njengesipili esityhidiweyo?"
18 ele faz o céu refletir o calor como um espelho de bronze; acaso você pode fazer o mesmo?
19 Sazise esingakuthethayo thina kuye; Asinakucacisa nto ngenxa yobumnyama."
19 “Ensina-nos, então, o que dizer a Deus; somos ignorantes demais para apresentar nossos argumentos.
20 Wobikelwa na ukuthi ndiyathetha? Umntu uthi makaginywe na?"
20 Deus deve ser avisado de que desejo falar? É possível falar quando se está confuso?
21 Ke ngoku akubonwa kukhanya Kukhazimlayo, kusesibhakabhakeni; Kudlula umoya, lise."
21 Não podemos olhar para o sol, pois ele brilha intensamente no céu, quando o vento dispersa as nuvens.
22 Entla kuziwa negolide; Phezu koThixo yindili eyoyikekayo."
22 Da mesma forma, dourado esplendor vem do monte de Deus; ele está vestido de tremenda majestade.
23 USomandla asinakumfumana, mkhulu ngamandla; Akagwenxi siko nabuninzi bobulungisa."
23 O Todo-poderoso está além de nossa compreensão; apesar de seu grande poder, a ninguém oprime em sua justiça e retidão.
24 Ngako oko bayamoyika abantu; Akabakhathalele bonke abalumke ngokwabo."
24 Por isso em toda parte as pessoas o temem; todos os sábios lhe mostram devoção”.

Ler em outra tradução

Comparar com outra

Estude este capítulo no WhatsApp

Peça à IA da Bíblia Fala para explicar Jó 37, comparar traduções ou montar um estudo — tudo direto pelo WhatsApp.