Jó 34

Xhosa Bible (GL_XHOSA) vs VC

Sair da comparação
VC Versão Católica
1 Wasusela uElihu, wathi,"
1 Eliú retomou a palavra nestes termos:
2 Yivani, nina zilumko, ukuthetha kwam; Nina zazi, ndibekeleni indlebe."
2 Sábios, ouvi meu discurso; eruditos, prestai atenção,
3 Ngokuba indlebe iyakucikida ukuthetha, Ikhuhlangubo liyakuva ukudla."
3 pois o ouvido discerne o valor das palavras, como o paladar aprecia as iguarias.
4 Masizinyulele okusesikweni, Sikwazi phakathi kwethu okulungileyo."
4 Procuremos discernir o que é justo, e conhecer entre nós o que é bom.
5 Ngokuba uthe uYobhi, Ndililungisa, UThixo ulisusile ibango lam."
5 Jó disse: Eu sou inocente; é Deus que recusa fazer-me justiça.
6 Kuthiwa ndiyaxoka, noko likhoyo ibango lam; Liyabulala inxeba lam lotolo, noko ndingenalukreqo."
6 A despeito de meu direito, passo por mentiroso, minha ferida é incurável, sem que eu tenha pecado.
7 Uphi na umfo onjengoYobhi, Yena ukuselayo ukugcula njengamanzi?"
7 Onde existe um homem como Jó, para beber a blasfêmia como quem bebe água,
8 Athelele kubenzi bobutshinga, Ahambe namadoda angendawo?"
8 para andar de par com os ímpios e caminhar com os perversos?
9 Kuba esithi, Akancedeki umfo Ngokukholana noThixo."
9 Pois ele disse: O homem não ganha nada em ser agradável a Deus.
10 Ngako oko, nina madoda okuqonda, phulaphulani kum; Makube lee kuThixo ukuba ngongendawo; KuSomandla, ukuba abe nobugqwetha,"
10 Ouvi-me, pois, homens sensatos: longe de Deus a injustiça! Longe do Todo-poderoso a iniqüidade!
11 Ke ukwenza komntu ukubuyekeza kuye, Amfumanise umfo ngokwehambo yakhe."
11 Ele trata o homem conforme seus atos, dá a cada um o que merece.
12 Hayi bo! UThixo akenzi ngokungendawo, USomandla akakugwenxi okusesikweni."
12 É claro! Deus não é injusto, e o Todo-poderoso não falseia o direito.
13 Ngubani na omphathise ihlabathi? Ngubani na omise elimiweyo lonke?"
13 Quem lhe confiou a administração da terra? Quem lhe entregou o universo?
14 Ukuba ubebhekise kuye ngokwakhe yedwa, Wawuhlanganisela kuye umoya wakhe, nokuphefumla kwakhe,"
14 Se lhe retomasse o sopro, se lhe retirasse o alento,
15 Ibiya kuphuma umphefumlo inyama yonke kunye, Umntu abuyele eluthulini."
15 toda carne expiraria no mesmo instante, o homem voltaria ao pó.
16 Wanga ungakuqonda, ungakuva oku, Ulibekele indlebe izwi lokuthetha kwam!"
16 Se tens inteligência, escuta isto, dá ouvidos ao som de minhas palavras:
17 Kanene, othiye okusesikweni ubengaphatha ngobukhosi, yini na? Khona uSobulungisa womgweba na?"
17 um inimigo do direito poderia governar? Pode o Justo, o Poderoso cometer a iniqüidade?
18 Kungathiwa na kukumkani, Tshijolondini? Nakumanene, Zintondini zingendawo?"
18 Ele que disse a um rei: Malvado! A príncipes: Celerados!
19 Kangakanani na ke kongabanoneleliyo abathetheli, Onganoneleli zinongonongo ngaphezu kwabasweleyo? Kuba bangumsebenzi wezandla zakhe bona bonke."
19 Ele não tem preferência pelos grandes, e não tem mais consideração pelos ricos do que pelos pobres, porque são todos obras de suas mãos.
20 Bafa ngephanyazo, phakathi kobusuku; Bayahexiswa abantu, badlule, Zisuswe iimbalasane kungengasandla."
20 Subitamente, perecem no meio da noite; os povos vacilam e passam, o poderoso desaparece, sem o socorro de mão alguma.
21 Kuba amehlo akhe aphezu kweendlela zomntu, Uyawabona onke amabanga akhe."
21 Pois Deus olha para o proceder do homem, vê todos os seus passos.
22 Akukho bumnyama, akukho thunzi lakufa, Ukuba basithele kulo abenzi bobutshinga."
22 Não há obscuridade, nem trevas onde o iníquo possa esconder-se.
23 Ngokuba akazekeleli ukumngqinga umntu, Ukuze eze ematyaleni noThixo."
23 Não precisa olhar duas vezes para um homem para citá-lo em justiça consigo.
24 Uyabashwaqa abaziinyathi engagocagocanga, Amise ke abanye esikhundleni sabo."
24 Abate os poderosos sem inquérito, e põe outros em lugar deles,
25 Ngako oko uyazazi izenzo zabo, Ababhukuqe ebusuku, batyumke."
25 pois conhece suas ações; derruba-os à noite, são esmagados.
26 Uyabamonxoza ngokwabangendawo Endaweni yababoneli."
26 Fere-os como ímpios, num lugar onde são vistos,
27 Ekungenxa yokuze kubekho oko, le nto batyekayo ekumlandeleni, Abaziqiqa zonke iindlela zakhe;"
27 porque se afastaram dele e não quiseram conhecer os seus caminhos,
28 Ukuze bakufikise kuye ukukhala kosweleyo, Akuve ukukhala kweentsizana."
28 fazendo chegar até ele o clamor do pobre e tornando-o atento ao grito do infeliz.
29 Akuzolisa, ngubani na oya kuxhalisa? Akusithelisa ubuso, ngubani na ongambonayo? Esenjenjalo, nokuba kungenxa yohlanga, nokuba kungenxa yomntu emnye,"
29 Se ele dá a paz, quem o censurará? Se oculta sua face, quem poderá contemplá-lo?
30 Ukuze angabi ngukumkani umntu oyintshembenxa, Angabi zizirhintyelo zabantu."
30 Assim trata ele o povo e o indivíduo de maneira que o ímpio não venha a reinar, e já não seja uma armadilha para o povo.
31 Ngokuba ubani angatsho na kuThixo ukuthi, Ndiziphakamisile, andisayi kuba sona;"
31 Tinha dito a Deus: Fui seduzido, não mais pecarei,
32 Endingakuboniyo, ndiyale ngako; Ukuba ndithe ndenza ngobugqwetha, andiyi kuphinda?"
32 ensina-me o que ignoro; se fiz o mal, não recomeçarei mais.
33 Uya kuphindezela ngokwakho na yena, ngokuba usolile wena? Ukuba unyule wena, kunganyuli mna. Into oyaziyo yithethe."
33 Julgas, então, que ele deve punir, já que rejeitaste suas ordens? És tu quem deves escolher, não eu; dize, pois, o que sabes.
34 Aya kuthi kum amadoda aziingqondi, Nomfo osisilumko ondiphulaphulayo,"
34 As pessoas sensatas me responderão, como qualquer homem sábio que me tiver ouvido:
35 UYobhi uthetha engenakwazi, Namazwi akhe akanangqiqo."
35 Jó não falou conforme a razão, falta-lhe bom senso às palavras.
36 Tarhuni, makacikidwe uTobhi kuse ekupheleni, Ngenxa yokuphendula kwakhe ngokwamadoda anobutshinga."
36 Pois bem! Que Jó seja provado até o fim, já que suas respostas são as de um ímpio.
37 Kuba elongeza ukreqo kwisono sakhe; Utyhwakraza izandla phakathi kwethu, Awenze maninzi amazwi akhe ngoThixo."
37 Leva ao máximo o seu pecado {bate as mãos no meio de nós}, multiplicando seus discursos contra Deus.

Ler em outra tradução

Comparar com outra

Estude este capítulo no WhatsApp

Peça à IA da Bíblia Fala para explicar Jó 34, comparar traduções ou montar um estudo — tudo direto pelo WhatsApp.