Gênesis 5

Xhosa Bible (GL_XHOSA) vs NVT

Sair da comparação
NVT Nova Versão Transformadora
1 Yiyo le incwadi yenzala ka-Adam. Mhlana uThixo wamdala umntu, wamenza ngokufana noThixo."
1 Este é o relato dos descendentes de Adão. Quando Deus criou os seres humanos, formou-os semelhantes a ele.
2 Wadala indoda nenkazana, wabasikelela, wabathiya igama elinguAdam, mhlana wabadala."
2 Criou-os homem e mulher; quando foram criados, Deus os abençoou e os chamou de “humanidade”.
3 UAdam wahlala iminyaka elikhulu elinamanci mathathu, wazala unyana ngokufana naye, ngokomfanekiso wakhe, wamthiya igama elinguSete."
3 Aos 130 anos, Adão teve um filho chamado Sete, que era semelhante a ele, à sua imagem.
4 Imihla ka-Adam emveni kokuzala kwakhe uSete yaba yiminyaka emakhulu asibhozo; wazala oonyana neentombi."
4 Depois do nascimento de Sete, Adão viveu mais 800 anos e teve outros filhos e filhas.
5 Iyonke imihla ka-Adam, awahlala ngayo, yaba yiminyaka emakhulu asithoba anamanci mathathu; wafa ke."
5 Adão viveu 930 anos e morreu.
6 USete wahlala iminyaka elikhulu elinaminyaka mihlanu, wazala uEnoshe."
6 Aos 105 anos, Sete gerou Enos.
7 USete wahlala emveni kokuzala kwakhe uEnoshe iminyaka emakhulu asibhozo aneminyaka esixhenxe; wazala oonyana neentombi."
7 Depois do nascimento de Enos, Sete viveu mais 807 anos e teve outros filhos e filhas.
8 Iyonke imihla kaSete yaba yiminyaka emakhulu asithoba anashumi-nye linamibini; wafa ke."
8 Sete viveu 912 anos e morreu.
9 UEnoshe wahlala iminyaka emashumi asithoba, wazala uKenan."
9 Aos 90 anos, Enos gerou Cainã.
10 UEnoshe wahlala emveni kokuzala kwakhe uKenan iminyaka emakhulu asibhozo anashumi-nye linamihlanu; wazala oonyana neentombi."
10 Depois do nascimento de Cainã, Enos viveu mais 815 anos e teve outros filhos e filhas.
11 Iyonke imihla kaEnoshe yaba yiminyaka emakhulu asithoba anamihlanu; wafa ke."
11 Enos viveu 905 anos e morreu.
12 UKenan wahlala iminyaka emashumi asixhenxe, wazala uMahalaleli."
12 Aos 70 anos, Cainã gerou Maalaleel.
13 UKenan wahlala emveni kokuzala kwakhe uMahalaleli iminyaka emakhulu asibhozo anamanci mane: wazala oonyana neentombi."
13 Depois do nascimento de Maalaleel, Cainã viveu mais 840 anos e teve outros filhos e filhas.
14 Iyonke imihla kaKenan yaba yiminyaka emakhulu asithoba, aneminyaka elishumi; wafa ke."
14 Cainã viveu 910 anos e morreu.
15 UMahalaleli wahlala iminyaka emashumi mathandathu anamihlanu, wazala uYerede."
15 Aos 65 anos, Maalaleel gerou Jarede.
16 UMahalaleli wahlala emveni kokuzala kwakhe uYerede iminyaka emakhulu asibhozo anamanci mathathu; wazala oonyana neentombi."
16 Depois do nascimento de Jarede, Maalaleel viveu mais 830 anos e teve outros filhos e filhas.
17 Iyonke imihla kaMahalaleli yaba yiminyaka emakhulu asibhozo anamanci asithoba anamihlanu; wafa ke."
17 Maalaleel viveu 895 anos e morreu.
18 UYerede wahlala iminyaka elikhulu elinamanci mathandathu anamibini, wazala uEnoki."
18 Aos 162 anos, Jarede gerou Enoque.
19 UYerede wahlala emveni kokuzala kwakhe uEnoki iminyaka emakhulu asibhozo; wazala oonyana neentombi."
19 Depois do nascimento de Enoque, Jarede viveu mais 800 anos e teve outros filhos e filhas.
20 Iyonke imihla kaYerede yaba yiminyaka emakhulu asithoba anamanci mathandathu anamihlanu, anamibini; wafa ke."
20 Jarede viveu 962 anos e morreu.
21 UEnoki wahlala iminyaka emashumi mathandathu anamihlanu, wazala uMethusela."
21 Aos 65 anos, Enoque gerou Matusalém.
22 UEnoki wahamba noThixo, emveni kokuzala kwakhe uMethusela, iminyaka emakhulu mathathu; wazala oonyana neentombi."
22 Depois do nascimento de Matusalém, Enoque viveu em comunhão com Deus por mais 300 anos e teve outros filhos e filhas.
23 Iyonke imihla kaEnoki yaba yiminyaka emakhulu mathathu, anamanci mathandathu anamihlanu."
23 Enoque viveu 365 anos,
24 UEnoki wahamba noThixo; akabakho, ngokuba uThixo wamthabatha."
24 andando em comunhão com Deus até que, um dia, desapareceu, porque Deus o levou para junto de si.
25 UMethusela wahlala iminyaka elikhulu elinamanci asibhozo anesixhenxe, wazala uLameki."
25 Aos 187 anos, Matusalém gerou Lameque.
26 UMethusela wahlala emveni kokuzala kwakhe uLameki iminyaka emakhulu asixhenxe anamanci asibhozo anamibini; wazala oonyana eneentombi."
26 Depois do nascimento de Lameque, Matusalém viveu mais 782 anos e teve outros filhos e filhas.
27 Iyonke imihla kaMethusela yaba yiminyaka emakhulu asithoba, anamanci mathandathu anesithoba; wafa ke."
27 Matusalém viveu 969 anos e morreu.
28 ULameki wahlala iminyaka elikhulu elinamanci asibhozo anamibini; wazala unyana."
28 Aos 182 anos, Lameque gerou um filho.
29 Wamthiya igama elinguNowa, esithi, Lo uya kusithuthuzela emsebenzini wethu, nasekubulalekeni kwezandla zethu, ngenxa yomhlaba awawuqalekisayo uYehova."
29 Chamou-o de Noé, pois disse: “Que ele nos traga alívio de nossas tarefas e do trabalho doloroso de cultivar esta terra que o S enhor amaldiçoou”.
30 ULameki wahlala emveni kokuzala kwakhe uNowa iminyaka emakulu mahlanu anamanci asithoba anamihlanu; wazala oonyana neentombi."
30 Depois do nascimento de Noé, Lameque viveu mais 595 anos e teve outros filhos e filhas.
31 Iyonke imihla kaLameki yaba yiminyaka emakhulu asixhenxe anesixhenxe; wafa ke."
31 Lameque viveu 777 anos e morreu.
32 Ke uNowa ebeminyaka imakhulu mahlanu ezelwe; uNowa wazala ooShem noHam noYafete."
32 Depois que completou 500 anos, Noé gerou três filhos: Sem, Cam e Jafé.

Ler em outra tradução

Comparar com outra

Estude este capítulo no WhatsApp

Peça à IA da Bíblia Fala para explicar Gênesis 5, comparar traduções ou montar um estudo — tudo direto pelo WhatsApp.