Salmos 59
Xhosa Bible (GL_XHOSA) vs NVT
1 Kumongameli; ngethi, Ungonakalisi. EkaDavide. Eliligugu: ekuthumeleni kukaSawule, bayilinda indlu ukuba bambulale. Ndihlangule ezintshabeni zam, Thixo wam, Ndise engxondeni kwabasukela phezulu kum."
1 Livra-me de meus inimigos, ó Deus, protege-me dos que vieram me destruir.
2 Ndihlangule kubasebenzi bobutshinga; Ndisindise ebantwini abanamagazi."
2 Livra-me dos criminosos, salva-me dos assassinos.
3 Ngokuba nabo bewulalela umphefumlo wam; Baqukana ngam abanamandla, Kungekho lukreqo kum, kungekho sono kum, Yehova."
3 Armaram uma emboscada para mim; inimigos ferozes estão à minha espera, S embora eu não tenha pecado nem os tenha ofendido.
4 Ndingenabugwenxa nje, bagidime baxhoba. Vuka, undikhawulele, ubone."
4 Sou inocente, mas eles se apressam em me atacar. Desperta! Vê o que está acontecendo e ajuda-me!
5 Wena Yehova, Thixo wemikhosi, Thixo kaSirayeli, Phapha, uzivelele zonke iintlanga; Musa ukubayeka bonke abanginizayo bengabagqithi. (Phakamisani.)"
5 Ó S enhor , Deus dos Exércitos, Deus de Israel, desperta e castiga as nações; não tenhas misericórdia dos traidores perversos. Interlúdio
6 Bayabuya ngokuhlwa, bayavungama njengezinja, Bawuhamba-hambe umzi."
6 Eles saem à noite, rosnando como cães ferozes enquanto rondam a cidade.
7 Nabo belephuza amagwebu ngomlomo; Ngamakrele emlonyeni wabo; Ngokuba bathi, Kuva bani na?"
7 Ouve as coisas imundas que lhes saem da boca; suas palavras cortam como espadas. “Afinal, quem nos ouvirá?”, dizem com desprezo.
8 Wena, Yehova, uyabahleka, Uyazigculela zonke iintlanga."
8 Mas tu, S enhor , ris deles; zombas das nações.
9 Mandla am, ndiva kulindela kuwe; Ngokuba uThixo uyingxonde yam."
9 És minha força; em ti espero, pois tu, ó Deus, és minha fortaleza.
10 UThixo wam uya kundikhawulela ngenceba yakhe; UThixo uya kundibonisa abandilaleleyo."
10 Em seu amor, meu Deus estará comigo; permitirá que eu triunfe sobre meus inimigos.
11 Musa ukubabulala, hleze balibale abantu bakowethu; Babhadulise ngamandla akho, ubawise, Ngweletshetshe yethu, Nkosi yethu."
11 Não os mates, para que meu povo não se esqueça depressa; dispersa-os com teu poder e derruba-os, ó Senhor, nosso escudo.
12 Isono somlomo wabo lilizwi lemilebe yomlomo wabo; Mababanjiswe likratshi labo, Nangenxa yokushwabula nokuhanahanisa abakuthethayo."
12 Pelas coisas pecaminosas que dizem, pelo mal que há em seus lábios, que sejam apanhados em seu orgulho, em suas maldições e mentiras.
13 Bagqibe ngobushushu; gqiba, bangabi sabakho; Baqonde ukuba uThixo ngumlawuli kwaYakobi, Wesa eziphelweni zehlabathi. (Phakamisani.)"
13 Destrói-os em tua ira! Extermina-os por completo! Então o mundo todo saberá que Deus reina em Israel. Interlúdio
14 Bayabuya ngokuhlwa, bayavungama njengezinja, Bawuhamba-hambe umzi."
14 Eles saem à noite, rosnando como cães ferozes enquanto rondam a cidade.
15 Bona babhadulela ukudla; Ukuba bathe abahlutha, balala apho."
15 Andam à procura de alimento, mas vão dormir insatisfeitos.
16 Ke mna, ndiya kuvuma ngamandla akho, Ndimemelele kwakusasa ngenceba yakho, Kuba ubuyingxonde kum, Nendawo endisabela kuyo ngemini yokubandezelwa kwam."
16 Eu, porém, cantarei sobre o teu poder; cada manhã, cantarei com alegria sobre o teu amor. Pois tu tens sido minha fortaleza, lugar seguro em minha aflição.
17 Mandla am, ndiya kukubethela uhadi; Ngokuba uThixo yingxonde yam, nguThixo wam onenceba."
17 Ó minha Força, a ti canto louvores, pois tu, ó Deus, és minha fortaleza, o Deus que mostra amor por mim.
Atalhos do teclado
- Capítulo anterior←
- Próximo capítulo→
- Versículo anteriork
- Próximo versículoj
- Limpar seleçãoEsc
- Esta ajuda?
Estude este capítulo no WhatsApp
Peça à IA da Bíblia Fala para explicar Salmos 59, comparar traduções ou montar um estudo — tudo direto pelo WhatsApp.