Salmos 10
Xhosa Bible (GL_XHOSA) vs NVT
1 Yini na ukuba umele mgama, Yehova, Uzifihle ngamaxesha engxingongo?"
1 Ó S enhor , por que permaneces distante? Por que te escondes em tempos de aflição?
2 Ngokukratsha kwabangendawo bayatsha abaziintsizana; Babanjiswa ngamayelenqe abawacingileyo."
2 O perverso, em sua arrogância, persegue o pobre; que seja pego em suas próprias tramas.
3 Ngokuba ongendawo uyaqhayisa ngeminqweno yomphefumlo wakhe. Nolibawa wahlukene noYehova, wamgiba."
3 Pois conta vantagem de seus desejos maus; elogia os gananciosos e amaldiçoa o S
4 Ongendawo ngobuchi bakhe uthi, Akasayi kubuza. Yonke iminkqangiyelo yakhe ithi, Akukho Thixo."
4 O perverso é orgulhoso demais para buscá-lo; seus planos não levam em conta que Deus existe.
5 Ziqinile iindlela zakhe ngamaxesha onke; Ziphakamile izigwebo zakho, zikude kuye; Bonke ababandezeli bakhe uyabafuthela."
5 No entanto, é bem-sucedido em tudo que faz; não vê que teu castigo o aguarda e despreza todos os seus inimigos.
6 Uthi entliziyweni yakhe, Andisayi kushukunyiswa; Izizukulwana ngezizukulwana, ndingongayi kuba sebubini."
6 Pensa: “Nenhum mal nos atingirá; nunca teremos problemas!”.
7 Umlomo wakhe uzele kukushwabula nokukhohlisa nokuxinezela. Ngaphantsi kolwimi lwakhe bububi nobutshinga."
7 Sua boca é cheia de maldições, mentiras e ameaças; em sua língua há violência e maldade.
8 Uhlala emilaleleni yeengqili, Agwinte omsulwa entsithelweni; Amehlo akhe azonda oludwayi."
8 Fica de tocaia nos povoados, à espera para matar inocentes; está sempre à procura de vítimas indefesas.
9 Ulalela entsithelweni njengengonyama eludadeni wayo; Ulalela ukuba axwile emke nosizana; Uxwila emke nolusizana, elutsala ngomnatha wakhe."
9 Como o leão à espreita em seu esconderijo, aguarda para atacar os desamparados. Como o caçador, ele os apanha e os arrasta dali.
10 Uyabuthuma, uyabunguzela, Bawele ezinzitsheni zakhe abaziindwayi."
10 As vítimas indefesas são esmagadas; caem sob a força do perverso.
11 Uthi entliziyweni yakhe, UThixo ulibele, Ubusithelisile ubuso bakhe, akabonanga nento."
11 O perverso diz consigo: “Deus não se importa! Fechou os olhos e não vê o que faço!”.
12 Khawusuk’ ume, Yehova, phakamisa isandla sakho, Thixo. Musa ukubalibala abalulamileyo."
12 Levanta-te, S enhor ! Castiga o perverso, ó Deus! Não te esqueças dos indefesos!
13 Kungenxa yani na ukuba ongendawo amgibe uThixo, Athi entliziyweni yakhe, Akuyi kubuza?"
13 Por que o perverso continua a desprezar a Deus? Ele pensa: “Deus jamais me pedirá contas”.
14 Ubonile wena; ngokuba uyabubona ububi nenkathazo, ububeke esandleni sakho; Uzinikela kuwe oludwayi; Ungumncedi weenkedama wena."
14 Tu, porém, vês o sofrimento e a angústia que ele causa; observa-o e castiga-o. O indefeso confia em ti; tu amparas o órfão.
15 Yaphula ingalo yongendawo; Onobubi, mbuze okungendawo kwakhe, kungasali nento."
15 Quebra os braços dessa gente má e perversa; pede contas de sua maldade até nada mais restar.
16 UYehova nguKumkani ngonaphakade kanaphakade; Zitshabalele iintlanga, azabakho ehlabathini lakhe."
16 O S enhor é rei para todo o sempre! As nações desaparecerão de sua terra.
17 Umnqweno wabalulamileyo uwuvile, Yehova; Wazizimasa iintliziyo zabo, wayibaza indlebe yakho,"
17 Tu, S enhor , conheces o desejo dos humildes; ouvirás seu clamor e os confortarás.
18 Ukuba ugwebe ityala lenkedama noxinzelelweyo, Angabi sabangcangcazelisa umntu wasehlabathini."
18 Farás justiça ao órfão e ao oprimido, para que nenhum simples mortal volte a lhes causar terror.
Atalhos do teclado
- Capítulo anterior←
- Próximo capítulo→
- Versículo anteriork
- Próximo versículoj
- Limpar seleçãoEsc
- Esta ajuda?
Estude este capítulo no WhatsApp
Peça à IA da Bíblia Fala para explicar Salmos 10, comparar traduções ou montar um estudo — tudo direto pelo WhatsApp.