Hebreus 1
Xhosa Bible (GL_XHOSA) vs AAI
1 UThixo wayethethile nje kudala ngeendawo ezininzi, nangeendlela ezininzi, koobawo ngabo abaprofeti, uthethe ngale mihla yokugqibela kuthi ngoNyana;"
1 Marasika, God i mar maumurih maiyow naatu ef tata’ane dinab oro’orot wanawanahimaim ata a’agir hitenya’ih.
2 awammisayo wayindlalifa yeento zonke, awathi kwangaye wayenza indalo yonke;"
2 Baise boun iti yomanin it ata veya’amaim, God ana tur etei i Natun sawar etei bai’ukwarin isan rurubin i wanawananamaim na tit eo tanonowar. Naatu i Natun wanawananamaim mar tafaram wanawanan sawar etei God imataren.
3 othe, elubengezelo lobuqaqawuli bakhe, nombhalo wenkqu yakhe, ezithwele nokuzithwala zonke izinto ngalo ilizwi lamandla akhe, wesuka, akuba eyenzile ngokwakhe intlambululo yokusihlambulula ezonweni, wahlala phantsi ngasekunene kobuKhulu, enyangweni;"
3 Natun biyanamaim marakaw ekukusisiar ana itinin i anababatun God ana fair bonamanamarin tutufin etei ebi’obaiyit. I awan fora’abinamaim, tafaram wanawanan sawar eo himamatar boun hi’in tenan. Naatu sabuw hai bowabow kakafih notawiyen isan bow bisawar ufunamaim, maramaim God ana asukwafune mare, sawar tutufin etei tafahimaim.
4 ethe waba ngonamandla ngaphezu kwezithunywa zezulu, ngangoko azuze ilifa legama eligqithiseleyo kunelazo."
4 Imih Natun i tounamatar etei natabirih, na’atube wabin auman God bitin i tounamatar etei wabih natabir.
5 Kuba sisiphi na isithunywa, awakha wathi kuso, UnguNyana wam wena, Mna ndikuzele namhla? Nokuthi, Mna ndiya kuba nguYise wakhe, Yena abe nguNyana wam?"
5 Anayabin God men kafa’imo ana tounamatar ta isan eo,
6 Nangexa athi amngenise owamazibulo kwelimiweyo, uthi, Maziqubude kuye zonke izithunywa zikaThixo."
6 Baise God Natun ana ain tafaramamaim baiyafarinamih ana veya, iti na’atube eo,
7 Okunene ngazo izithunywa zezulu uthi, Ulozenza izithunywa zakhe oomoya, Nababusi bakhe ilangatye lomlilo;"
7 Naatu tounamatar isah God iti na’atube eo,
8 kodwa ngaye yena uNyana uthi, Itrone yakho, Thixo, isa ephakadeni lasephakadeni; Yintonga ethe tye intonga yobukumkani bakho."
8 Baise God Natun isan eo,
9 Wathanda ubulungisa, wathiya okungendawo; Ngenxa yoko, uThixo, uThixo wakho, ukuthambise Ngeoli yomgcobo ngaphezu kowenu."
9 Anayabin o i yawas mutufurin kubiyabow, naatu sawar kakafih o i kubifutuwen.
10 Abuye athi, Ekuqalekeni, wena Nkosi, waliseka ihlabathi, Nalo izulu lingumsebenzi wezandla zakho;"
10 God iban maiye eo,
11 Wona aya kutshabalala, ke wena uhlala uhleli; Aye onke njengengubo eya konakala,"
11 Iti sawar etei boro hini’en, baise o boro na’atuka inama, ar faifuw tibiririk na’atube boro hiniririk.
12 Nanjengesambatho uya kuwasonga, Asuke abe ngawambi; Ke wena ukwanguwe, Nayo iminyaka yakho ayiyi kuphela."
12 Biya baibiyon na’atube boro inanu,
13 Sisiphi na ke isithunywa, awakha wathi kuso, Hlala ngasekunene kwam, Ndide iintshaba zakho ndizenze isihlalo seenyawo zakho?"
13 Naatu God men kafa’imo ana tounamatar ta isan eo,
14 Azingomoya ababusayo zonke na, zithunywe ukuba zilungiselele abo baza kuba ziindlalifa zalo usindiso?"
14 Imih tounamatar i abistan? Tounamatar i wagabur God isan tebowabow naatu God iyafarih ten sabuw iyab God yawas ebit i tibibaisih.
Atalhos do teclado
- Capítulo anterior←
- Próximo capítulo→
- Versículo anteriork
- Próximo versículoj
- Limpar seleçãoEsc
- Esta ajuda?
Estude este capítulo no WhatsApp
Peça à IA da Bíblia Fala para explicar Hebreus 1, comparar traduções ou montar um estudo — tudo direto pelo WhatsApp.